Ngaba ufuna uncedo lwezomthetho? qalisa

umsebenzi


Ukufumana nokugcina umsebenzi ozinzileyo kubalulekile kukhuseleko lwezoqoqosho.

Abasebenzi abaninzi abayifumani ingenelo epheleleyo nesemthethweni yaloo msebenzi unzima.

Ezinye iingxaki abantu abahlangabezana nazo ezinxulumene nomsebenzi zinokuthintelwa okanye zincedwe ngoncedo lwezomthetho. Jonga izihloko ezingezantsi ngolwazi oluthe kratya kunye nezibonelelo kwimiba enxulumene nomsebenzi.

Awuyiboni into oyjongayo?

Ngaba ufuna uncedo lokufumana ulwazi oluthile? Qhagamshelana nathi

Phuma ngokukhawuleza