Ngaba ufuna uncedo lwezomthetho? qalisa

usapho


Uncedo lwezoMthetho lunceda ukuqinisekisa ukuba iintsapho zikhuselekile kwaye zizinzile.

Ukhuseleko lwentsapho lubalulekile kwimpilo, imfundo nomsebenzi. Ezinye iingxaki abantu abahlangabezana nazo ezinxulumene neentsapho zinokuthintelwa okanye bancedwe ngoncedo lwezomthetho. Jonga izihloko ezingezantsi ngolwazi oluthe kratya kunye nezibonelelo malunga nemiba enxulumene nomntwana kunye nosapho.

Awuyiboni into oyjongayo?

Ngaba ufuna uncedo lokufumana ulwazi oluthile? Qhagamshelana nathi

Phuma ngokukhawuleza